Intro
G D Em C D G
[Chorus:]
G D Em D G
Umthwalo wam uyandisinda
D Em
Ndiyacela ndiphathise
D G
Ulul' isandla sakho
D Em
Andifuni ukufana nabanikezela
D C D Em
Ooooooh, uyandisinda
D C D G D G
Ooooooh, uyandisinda
D Em
Umthwalo wam uyandisinda
D Em
Ndiyacela ndiphathise
D G
Ulul' isandla sakho
D Em
Andifuni ukufana nabanikezela
D C D Em
Ooooooh, uyandisinda
D C D G D Am7
Ooooooh, uyandisinda
Advertisement
[Verse 1]
Em7
Ndinxanyelwe lixesha
C
Ubomi buyandixhesha
Em
Ndiyakhubeka
Am7
Ndifuna ukuphakama
Dsus4 D G
Ndifuna ukubaleka
Check out Musical Tips from our BLOG
[Chorus] D Em Umthwalo wam uyandisinda D Em Ndiyacela ndiphathise D G Ulul' isandla sakho D Em Andifuni ukufana nabanikezela D C D Em Ooooooh, uyandisinda E C D G Am7 Ooooooh, uyandisinda [Verse 2] Em7 Emhlabeni kugcwele zizinto C Ezintle nezimbi Em E Am7 Intliziyo yam bayingxalile Em7 Emhlabeni kugcwele zizinto C Ezintle nezimbi D5 D G Intliziyo yam bayingxalile [Chorus] G D Em D G Umthwalo wam uyandisinda D Em Ndiyacela ndiphathise D G Ulul' isandla sakho D Em Andifuni ukufana nabanikezela D C D Em Ooooooh, uyandisinda D C D G D G Ooooooh, uyandisinda D Em Umthwalo wam uyandisinda D Em Ndiyacela ndiphathise D G Ulul' isandla sakho D Em Andifuni ukufana nabanikezela D C D Em Ooooooh, uyandisinda D C D G Ooooooh, uyandisinda
Feel free to use our free Chord Shape Generator to see every chord in this song on guitar, ukulele and piano.
[Bridge] C D G Mna, mna andifuni ukuzika C D G Mna, mna andifuni ukweyiswa C D G Mna, mna andifuni ukuzika C D G Mna, mna andifuni ukweyiswa [Chorus] G D Em D G Umthwalo wam uyandisinda D Em Ndiyacela ndiphathise D G Ulul' isandla sakho D Em Andifuni ukufana nabanikezela D C D Em Ooooooh, uyandisinda D C D G Ooooooh, uyandisinda [Outro] C D Em Ooooooh, uyandisinda D C D G Ooooooh, uyandisinda C D Em D G Ooooooh, uyandisinda C D Ooooooh, uyandisinda
